Answers are grounded in this paper and cite their sources.
Ukuxananaza kwemo yovangontetho kweelwimi ezilokishini eMzantsi Afrika kunye nobucukubhede malunga neemeko olusetyenziswa phantsi kwazo, kungaba neziphumo ezivuselela umdla omkhulu ukuba oku kunokuphononongwa ngo-kwesithako sikaMyers-Scotton se'markedness model' (ukusetyenziswa kwentetho ethile ngabom). Ngokwesi sithako izithethi ziyaliqonda ixabiso lokusetyenziswa kolwimi oluchanaba okuthile kwimo ethile yentlalo, zaye ziyakwazi nokuty-umba olona lwimi luchanekileyo ukudala unxibelelwano oluphuhlileyo nalowo kuthethwa naye. Ngokwasezidolophini apha eMzantsi Afrika, uvangontetho lweelwimi ezintanganye ngokokusetyenziswa, lusetyenziselwa ikakhulu ukudala ubudlelane, hayi ukucekecana. Ukulumisana ngolwimi kuthi kudiza ubuni bakho ngokolwimi, kube kusalatha kwakhona umoya wokuhlangabezana kwanentlonipho. The complex nature of codeswitching that takes place in South African townships and the intricate value system associated with it, provide interesting implications for the application of Myers-Scotton's markedness model. The model proposes that speakers are aware of the functional value of a particular choice in a specific setting and have the ability to select a code accordingly to establish a particular relationship with the hearer. In the South African urban context, codeswitching between functionally equivalent languages is often used to accommodate rather than to alienate. Meeting the addressee halfway with language encompasses an awareness of your own linguistic identity but at the same time offering other languages to indicate a spirit of willingness to accommodate and to respect.
No takes yet. Share an insight, caveat, or question.
Finlayson et al. (1997) studied this question.
Synapse has enriched 10 related papers. Consider them for comparative context: